Isaya 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Abaphathi babaphatha kakubi abantu bam,Yaye balawulwa ngabafazi. Bantu bam, abalawuli benu bayaniphehluzelisa,Yaye bayaziphixanisa iindlela zenu.+
12 Abaphathi babaphatha kakubi abantu bam,Yaye balawulwa ngabafazi. Bantu bam, abalawuli benu bayaniphehluzelisa,Yaye bayaziphixanisa iindlela zenu.+