Isaya 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndiza kuyiyeka nje ihlale ingalinywanga.+Ayizukuthenwa, ingazukuhlakulwa. Iza kuba namatyholo anameva nokhula,+Ibe ndiza kuyalela amafu ukuba ayeke ukunisa imvula kuyo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:6 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 77-78
6 Ndiza kuyiyeka nje ihlale ingalinywanga.+Ayizukuthenwa, ingazukuhlakulwa. Iza kuba namatyholo anameva nokhula,+Ibe ndiza kuyalela amafu ukuba ayeke ukunisa imvula kuyo.+