Isaya 5:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko ke abantu bam baza kuthinjwaNgenxa yokungabi nalwazi.+Izikhulu zabo ziza kubhuqwa yindlala,+Bonke abantu babo baza koma nko lunxano.
13 Ngoko ke abantu bam baza kuthinjwaNgenxa yokungabi nalwazi.+Izikhulu zabo ziza kubhuqwa yindlala,+Bonke abantu babo baza koma nko lunxano.