Isaya 5:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Baza kuthi shu abo bathi okulungileyo kubi nokubi kulungile,+Abo babeka ubumnyama endaweni yokukhanya nokukhanya endaweni yobumnyama,Abo babeka ubukrakra endaweni yobumnandi nobumnandi endaweni yobukrakra! Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:20 IMboniselo,3/1/2002, iphe. 9 8/1/2001, iphe. 8-9 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 82-84
20 Baza kuthi shu abo bathi okulungileyo kubi nokubi kulungile,+Abo babeka ubumnyama endaweni yokukhanya nokukhanya endaweni yobumnyama,Abo babeka ubukrakra endaweni yobumnandi nobumnandi endaweni yobukrakra!