Isaya 6:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UThixo wathi, “Hamba, uyokuthi kwesi sizwana: ‘Niza kuva ngokuphindaphindiweyo,Kodwa akukho nto niza kuyiqonda;Niza kubona ngokuphindaphindiweyo,Kodwa akukho lwazi niza kulufumana.’+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:9 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 95-96 Umntu Obalaseleyo, isahl. 43
9 UThixo wathi, “Hamba, uyokuthi kwesi sizwana: ‘Niza kuva ngokuphindaphindiweyo,Kodwa akukho nto niza kuyiqonda;Niza kubona ngokuphindaphindiweyo,Kodwa akukho lwazi niza kulufumana.’+