Isaya 6:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Kodwa kuza kubakho isishumi sabantu esishiyekayo, ibe nabo baza kutshiswa, njengomthi omkhulu nanjengomthi wom-oki, othi emva kokuba ugawulwe ushiye isikhondo. Imbewu* engcwele iza kuba sisiphunzi.” Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:13 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 97-98, 99-100
13 “Kodwa kuza kubakho isishumi sabantu esishiyekayo, ibe nabo baza kutshiswa, njengomthi omkhulu nanjengomthi wom-oki, othi emva kokuba ugawulwe ushiye isikhondo. Imbewu* engcwele iza kuba sisiphunzi.”