Isaya 7:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UYehova uza kuzisela wena, abantu bakho nendlu katata wakho imini engazange ibonwe ukususela ngemini uEfrayim awaqhekeka ngayo kuYuda,+ kuba uThixo uza kuzisa ukumkani waseAsiriya.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:17 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 109-110
17 UYehova uza kuzisela wena, abantu bakho nendlu katata wakho imini engazange ibonwe ukususela ngemini uEfrayim awaqhekeka ngayo kuYuda,+ kuba uThixo uza kuzisa ukumkani waseAsiriya.+