Isaya 8:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndalala nomprofetikazi,* wakhulelwa, waza wazala umntwana oyinkwenkwe.+ Emva koko uYehova wathi kum: “Mthiye igama elinguMahere-shalali-hashe-bhazi, Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:3 IMboniselo,11/15/2013, iphe. 16-17 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 8, 112
3 Ndalala nomprofetikazi,* wakhulelwa, waza wazala umntwana oyinkwenkwe.+ Emva koko uYehova wathi kum: “Mthiye igama elinguMahere-shalali-hashe-bhazi,