Isaya 8:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Yenzakalisani nina zizwana, kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba. Mamelani nonke nina nisuka kwiindawo ezikude zomhlaba! Lungelani idabi,* kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba!+ Lungelani idabi, kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba! Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:9 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 114
9 Yenzakalisani nina zizwana, kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba. Mamelani nonke nina nisuka kwiindawo ezikude zomhlaba! Lungelani idabi,* kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba!+ Lungelani idabi, kodwa niza kwaphulwa nibe ziingceba!