-
Isaya 9:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Ulwandisile uhlanga;
Ulonwabise gqitha.
Luye lwanemihlali phambi kwakho
Njengaxa abantu besiba nemihlali ngexesha lokuvuna,
Njengabo bavuyayo xa besahlulelana ngamaxhoba.
-