Isaya 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UManase uza kutya uEfrayim,NoEfrayim atye uManase. Bobabini baza kulwa noYuda.+ Ngenxa yale nto, umsindo wakhe awuzukujika,Uza kuqhubeka esolulele ukubabetha isandla sakhe.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:21 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 134, 139-140
21 UManase uza kutya uEfrayim,NoEfrayim atye uManase. Bobabini baza kulwa noYuda.+ Ngenxa yale nto, umsindo wakhe awuzukujika,Uza kuqhubeka esolulele ukubabetha isandla sakhe.+