Isaya 10:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Uza kuthi uYehova akugqiba ukwenza wonke umsebenzi wakhe eNtabeni YeZiyon naseYerusalem, ohlwaye* ukumkani waseAsiriya ngenxa yentliziyo yakhe enetshiki nangendlela ajama ngayo ngendelelo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:12 Vukani!,12/2010, iphe. 27-28 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 147-148
12 “Uza kuthi uYehova akugqiba ukwenza wonke umsebenzi wakhe eNtabeni YeZiyon naseYerusalem, ohlwaye* ukumkani waseAsiriya ngenxa yentliziyo yakhe enetshiki nangendlela ajama ngayo ngendelelo.+