Isaya 10:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngaba izembe lingaziphakamisa ngaphezu komntu ogawula ngalo? Ngaba isarha ingaziphakamisa ngaphezu komntu osarha ngayo? Umsimelelo+ ungakwazi na ukujiwuzisa umntu owuphetheyo? Okanye ingakwazi na intonga ukuphakamisa lowo ungenziwanga ngomthi? Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:15 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 148-149
15 Ngaba izembe lingaziphakamisa ngaphezu komntu ogawula ngalo? Ngaba isarha ingaziphakamisa ngaphezu komntu osarha ngayo? Umsimelelo+ ungakwazi na ukujiwuzisa umntu owuphetheyo? Okanye ingakwazi na intonga ukuphakamisa lowo ungenziwanga ngomthi?