Isaya 10:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UYehova wemikhosi uza kumkhuphela isabhokhwe,+ njengaxa kwakusoyiswa uMidiyan ngakwiliwa laseOrebhi.+ Umsimelelo wakhe uza kuba phezu kolwandle, yaye uza kuwuphakamisa ngendlela awenza ngayo kwiYiputa.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:26 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 150-151
26 UYehova wemikhosi uza kumkhuphela isabhokhwe,+ njengaxa kwakusoyiswa uMidiyan ngakwiliwa laseOrebhi.+ Umsimelelo wakhe uza kuba phezu kolwandle, yaye uza kuwuphakamisa ngendlela awenza ngayo kwiYiputa.+