Isaya 11:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uza kumgweba ngobulungisa* ongenanto,Abohlwaye ngobulungisa abalulamileyo bomhlaba. Uza kuwubetha umhlaba ngentonga yomlomo wakhe+Abulale umenzi-bubi ngomoya wemilebe yakhe.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 161-163
4 Uza kumgweba ngobulungisa* ongenanto,Abohlwaye ngobulungisa abalulamileyo bomhlaba. Uza kuwubetha umhlaba ngentonga yomlomo wakhe+Abulale umenzi-bubi ngomoya wemilebe yakhe.+