Isaya 11:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UYehova uza kuyahlula phakathi* inyoba* yolwandle lwaseYiputa+Aze aphekuze ngesandla sakhe phezu koMlambo.*+ Ngomoya wakhe otshisayo, uza kubetha imisinga yawo esixhenxe,Yaye uza kubenza abantu banqumle kuwo benxibe iimbadada. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:15 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 168
15 UYehova uza kuyahlula phakathi* inyoba* yolwandle lwaseYiputa+Aze aphekuze ngesandla sakhe phezu koMlambo.*+ Ngomoya wakhe otshisayo, uza kubetha imisinga yawo esixhenxe,Yaye uza kubenza abantu banqumle kuwo benxibe iimbadada.