Isaya 13:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Izilwanyana zasentlango ziza kulala apho,Nezindlu zabo ziza kugcwala izikhova.* Iinciniba ziza kuhlala apho,+Neebhokhwe zasendle* zitsiba-tsibe apho. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:21 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 180-181
21 Izilwanyana zasentlango ziza kulala apho,Nezindlu zabo ziza kugcwala izikhova.* Iinciniba ziza kuhlala apho,+Neebhokhwe zasendle* zitsiba-tsibe apho.