Isaya 16:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Uvuyo nolonwabo zisusiwe emyezweni,Iingoma zokonwaba azisaculwa, ibe akusakhwazwa nokukhwazwa kumasimi eediliya.+ Umxovuli akasakwazi nokuxovula iwayini,Kuba ndikuyekisile ukukhwaza.+
10 Uvuyo nolonwabo zisusiwe emyezweni,Iingoma zokonwaba azisaculwa, ibe akusakhwazwa nokukhwazwa kumasimi eediliya.+ Umxovuli akasakwazi nokuxovula iwayini,Kuba ndikuyekisile ukukhwaza.+