Isaya 17:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Nantsi indlela eza kugwetywa ngayo iDamasko:+ “Jonga! IDamasko iza kuyeka ukuba sisixeko,Ize ibe yimfumba nje yamabhodlo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:1 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 195-196
17 Nantsi indlela eza kugwetywa ngayo iDamasko:+ “Jonga! IDamasko iza kuyeka ukuba sisixeko,Ize ibe yimfumba nje yamabhodlo.+