Isaya 20:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngelo xesha, uYehova wathetha ngoIsaya+ unyana ka-Amotsi esithi: “Khulula ilaphu lokwenza ingxowa elisesinqeni sakho, ukhulule neembadada.” Wenjenjalo, waza wahamba-hamba eze,* enganxibanga nto nasezinyaweni. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:2 IMboniselo,12/1/2006, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 211
2 Ngelo xesha, uYehova wathetha ngoIsaya+ unyana ka-Amotsi esithi: “Khulula ilaphu lokwenza ingxowa elisesinqeni sakho, ukhulule neembadada.” Wenjenjalo, waza wahamba-hamba eze,* enganxibanga nto nasezinyaweni.