Isaya 20:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Emva koko uYehova wathi: “Kanye njengokuba umkhonzi wam uIsaya eye wahamba-hamba eze, kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu, nto leyo eluphawu+ nesilumkiso sento eza kwehlela iYiputa+ neTiyopiya,+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:3 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 211-212
3 Emva koko uYehova wathi: “Kanye njengokuba umkhonzi wam uIsaya eye wahamba-hamba eze, kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu, nto leyo eluphawu+ nesilumkiso sento eza kwehlela iYiputa+ neTiyopiya,+