Isaya 20:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 ukumkani waseAsiriya uza kukhokela amabanjwa aseYiputa+ nabathinjwa baseTiyopiya, amakhwenkwe namadoda amadala, behamba ze, benganxibanga nto ezinyaweni, behamba ngeempundu, ubuze beYiputa.* Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 211-212
4 ukumkani waseAsiriya uza kukhokela amabanjwa aseYiputa+ nabathinjwa baseTiyopiya, amakhwenkwe namadoda amadala, behamba ze, benganxibanga nto ezinyaweni, behamba ngeempundu, ubuze beYiputa.*