Isaya 21:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Nasi isigwebo ngakuDuma: Kukho ondikhwaza ekwaSehire,+ esithi: “Yhe nogada, kuza kusa nini? Yhe nogada, kuza kusa nini?” Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:11 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 225, 227
11 Nasi isigwebo ngakuDuma: Kukho ondikhwaza ekwaSehire,+ esithi: “Yhe nogada, kuza kusa nini? Yhe nogada, kuza kusa nini?”