Isaya 22:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngaloo mini iNkosi enguMongami uYehova wemikhosi,Iza kuthi makulilwe kuze kuzilwe,+Kuchetywe iinkqayi, kubhinqwe namalaphu okwenza ingxowa. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:12 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 237-238
12 Ngaloo mini iNkosi enguMongami uYehova wemikhosi,Iza kuthi makulilwe kuze kuzilwe,+Kuchetywe iinkqayi, kubhinqwe namalaphu okwenza ingxowa.