Isaya 22:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa endaweni yaloo nto, kuyabhiyozwa, konwatyiwe,Kuxhelwa iinkomo neegusha,Kutyiwa inyama, kuselwa newayini.+ Kuthiwa, ‘Masityeni, sisele, kuba ngomso siza kufa.’”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:13 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 237-238
13 Kodwa endaweni yaloo nto, kuyabhiyozwa, konwatyiwe,Kuxhelwa iinkomo neegusha,Kutyiwa inyama, kuselwa newayini.+ Kuthiwa, ‘Masityeni, sisele, kuba ngomso siza kufa.’”+