Isaya 23:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngaloo mini, iTire iza kulityalwa iminyaka eyi-70,+ kanye njengeminyaka* yobomi bokumkani omnye. Ekupheleni kweminyaka eyi-70 kuza kwenzeka kwiTire ngokwengoma yomfazi othengisa ngomzimba, ethi: Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:15 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 253-254
15 Ngaloo mini, iTire iza kulityalwa iminyaka eyi-70,+ kanye njengeminyaka* yobomi bokumkani omnye. Ekupheleni kweminyaka eyi-70 kuza kwenzeka kwiTire ngokwengoma yomfazi othengisa ngomzimba, ethi: