Isaya 23:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Inzuzo nomvuzo wayo ziza kuba yinto engcwele kuYehova. Azizukugcinwa, okanye zibekwe, kuba umvuzo weTire uza kuba ngowabo bahlala phambi koYehova, ukuze batye baneliseke, nokuze banxibe iimpahla ezintle.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:18 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 254
18 Inzuzo nomvuzo wayo ziza kuba yinto engcwele kuYehova. Azizukugcinwa, okanye zibekwe, kuba umvuzo weTire uza kuba ngowabo bahlala phambi koYehova, ukuze batye baneliseke, nokuze banxibe iimpahla ezintle.+