Isaya 26:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Abantu benu abafileyo baza kuphila. Izidumbu zakuthi ziza kuvuka.+ Vukani nize nikhwaze nivuya,Nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu unjengombethe wakusasa,*Nomhlaba uza kubavusa* abo bangenamandla ekufeni. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:19 Vukani!,5/8/2004, iphe. 19-20 IMboniselo,3/1/2001, iphe. 20 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 281-282
19 “Abantu benu abafileyo baza kuphila. Izidumbu zakuthi ziza kuvuka.+ Vukani nize nikhwaze nivuya,Nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu unjengombethe wakusasa,*Nomhlaba uza kubavusa* abo bangenamandla ekufeni.
26:19 Vukani!,5/8/2004, iphe. 19-20 IMboniselo,3/1/2001, iphe. 20 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 281-282