Isaya 27:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Andinamsindo.+ Ukuba umntu ubeka amatyholo anameva nokhula phambi kwam Ndiza kuwaxusha ndize ndiwaphose emlilweni, Ndiza kulwa naye loo mntu. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 27:4 IMboniselo,3/1/2001, iphe. 22 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 286
4 Andinamsindo.+ Ukuba umntu ubeka amatyholo anameva nokhula phambi kwam Ndiza kuwaxusha ndize ndiwaphose emlilweni, Ndiza kulwa naye loo mntu.