Isaya 28:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Intyatyambo ebunayo yomhombiso wakheEsenkcochoyini yentlambo echumileyo,Iza kuba njengefiya* langaphambi kokuba kube sehlotyeni. Xa umntu elibona, uza kukhawuleza aliginye lakuba sesandleni sakhe. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 288
4 Intyatyambo ebunayo yomhombiso wakheEsenkcochoyini yentlambo echumileyo,Iza kuba njengefiya* langaphambi kokuba kube sehlotyeni. Xa umntu elibona, uza kukhawuleza aliginye lakuba sesandleni sakhe.