Isaya 28:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko ke sanukugxeka,+Ukuze amatsheyini enu angaqiniswa ngaphezu koku,Kuba ndivile ngeNkosi enguMongami, uYehova wemikhosi,Ukuba kugqitywe ekubeni kutshatyalaliswe umhlaba wonke.*+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:22 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 295-296, 300-301
22 Ngoko ke sanukugxeka,+Ukuze amatsheyini enu angaqiniswa ngaphezu koku,Kuba ndivile ngeNkosi enguMongami, uYehova wemikhosi,Ukuba kugqitywe ekubeni kutshatyalaliswe umhlaba wonke.*+