Isaya 28:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba ikumin emnyama ayibhulwa ngesileyi sokubhula,+Ingabhulwa nangokuhambisa ivili lenqwelo phezu kwayo. Ibhulwa ngentonga,Nangomsimelelo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:27 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 296, 301
27 Kuba ikumin emnyama ayibhulwa ngesileyi sokubhula,+Ingabhulwa nangokuhambisa ivili lenqwelo phezu kwayo. Ibhulwa ngentonga,Nangomsimelelo.