Isaya 29:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yonke imibono yenu iza kuba njengencwadi evalwe mba.+ Xa beyinika umntu okwazi ukufunda besithi: “Khawufunde apha sive,” uza kuthi: “Andikwazi, kuba ivalwe mba.” Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 29:11 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 298-299
11 Yonke imibono yenu iza kuba njengencwadi evalwe mba.+ Xa beyinika umntu okwazi ukufunda besithi: “Khawufunde apha sive,” uza kuthi: “Andikwazi, kuba ivalwe mba.”