Isaya 29:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko ke, ndim oza kuphinda enze izinto ezimangalisayo ngaba bantu,+Ummangaliso emva kommangaliso;Ubulumko bamadoda abo azizilumko buza kuthi shwaka,Nokuqonda kwabantu babo abaziingqondi kuza kufihleka.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 29:14 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 299
14 Ngoko ke, ndim oza kuphinda enze izinto ezimangalisayo ngaba bantu,+Ummangaliso emva kommangaliso;Ubulumko bamadoda abo azizilumko buza kuthi shwaka,Nokuqonda kwabantu babo abaziingqondi kuza kufihleka.”+