Isaya 29:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngaloo mini abantu abangevayo baza kuva amazwi ale ncwadi,Nabantu abangaboniyo baza kubona kwisithokothoko sobumnyama.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 29:18 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 298, 300
18 Ngaloo mini abantu abangevayo baza kuva amazwi ale ncwadi,Nabantu abangaboniyo baza kubona kwisithokothoko sobumnyama.+