Isaya 29:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kuba xa ebona abantwana bakhe,Abangumsebenzi wezandla zam,+Baza kulingcwalisa igama lam,Ngokuqinisekileyo baza kumngcwalisa Lowo uNgcwele kaYakobi,Ibe baza kumangaliswa nguThixo kaSirayeli.+
23 Kuba xa ebona abantwana bakhe,Abangumsebenzi wezandla zam,+Baza kulingcwalisa igama lam,Ngokuqinisekileyo baza kumngcwalisa Lowo uNgcwele kaYakobi,Ibe baza kumangaliswa nguThixo kaSirayeli.+