Isaya 30:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “Baza kuyibek’ apha oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova,“Abenza izinto endingabayalelanga zona,+Abenza izivumelwano,* bengazenzi ngomoya wam,Nto leyo eyongeza isono phezu kwesinye. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:1 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 302
30 “Baza kuyibek’ apha oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova,“Abenza izinto endingabayalelanga zona,+Abenza izivumelwano,* bengazenzi ngomoya wam,Nto leyo eyongeza isono phezu kwesinye.