Isaya 30:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kodwa uYehova ulinde ngomonde ukuba anenzelele,*+Ibe uza kunenzela inceba.+ Kuba uYehova nguThixo owenza ubulungisa.+ Bayonwaba abantu abaqhubeka belindele kuye.*+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:18 IMboniselo,3/1/2002, iphe. 30 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 308-309
18 Kodwa uYehova ulinde ngomonde ukuba anenzelele,*+Ibe uza kunenzela inceba.+ Kuba uYehova nguThixo owenza ubulungisa.+ Bayonwaba abantu abaqhubeka belindele kuye.*+