Isaya 30:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Xa abantu behlala eZiyon, eYerusalem,+ soze kukhale mntu.+ Nakanjani, uThixo uza kumnceda xa emva ekhalela uncedo; uza kuthi akukhala amphendule ngoko nangoko.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:19 IMboniselo,8/1/2011, iphe. 28 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 309
19 Xa abantu behlala eZiyon, eYerusalem,+ soze kukhale mntu.+ Nakanjani, uThixo uza kumnceda xa emva ekhalela uncedo; uza kuthi akukhala amphendule ngoko nangoko.+