Isaya 32:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba umhlaba wabantu bam uza kugcwala ameva namakhakakhaka;Zonke izindlu ekwakuvuywa kuzo ziza kuhluma ameva,Ngokuqinisekileyo aza kuhluma kwisixeko sokonwaba.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 32:13 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 339
13 Kuba umhlaba wabantu bam uza kugcwala ameva namakhakakhaka;Zonke izindlu ekwakuvuywa kuzo ziza kuhluma ameva,Ngokuqinisekileyo aza kuhluma kwisixeko sokonwaba.+