Isaya 34:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Wonke umkhosi wamazulu uza kubola.Namazulu aza kusongwa, njengomsongo. Wonke umkhosi wawo uza kubuna,Kanye njengokubuna kwegqabi lomthi weediliyaNanjengokuntshwenca kwefiya* kumthi walo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 34:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 358-361
4 Wonke umkhosi wamazulu uza kubola.Namazulu aza kusongwa, njengomsongo. Wonke umkhosi wawo uza kubuna,Kanye njengokubuna kwegqabi lomthi weediliyaNanjengokuntshwenca kwefiya* kumthi walo.