Isaya 34:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Imini nobusuku alizukucinywa;Umsi walo uza kunyuka ngonaphakade. Liza kuhlala litshabalele izizukulwana ngezizukulwana;Akuzukudlula mntu kwaphela apho de kube ngunaphakade kanaphakade.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 34:10 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 365-367
10 Imini nobusuku alizukucinywa;Umsi walo uza kunyuka ngonaphakade. Liza kuhlala litshabalele izizukulwana ngezizukulwana;Akuzukudlula mntu kwaphela apho de kube ngunaphakade kanaphakade.+