Isaya 35:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umhlaba owomiswe bubushushu uza kuba njengechibi elineengcongolo.Nomhlaba ongenamanzi ube njengemithombo yamanzi.+ Apho kwakudla ngokulala oodyakalashe,+Kuza kubakho ingca eluhlaza yaka, iingcongolo nompapiri. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 35:7 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 374-376, 378-379
7 Umhlaba owomiswe bubushushu uza kuba njengechibi elineengcongolo.Nomhlaba ongenamanzi ube njengemithombo yamanzi.+ Apho kwakudla ngokulala oodyakalashe,+Kuza kubakho ingca eluhlaza yaka, iingcongolo nompapiri.