Isaya 36:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ngonyaka we-14 kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ wazihlasela zonke izixeko ezikhuselekileyo zakwaYuda waza wazithimba.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:1 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 383-386
36 Ngonyaka we-14 kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe ukumkani waseAsiriya+ wazihlasela zonke izixeko ezikhuselekileyo zakwaYuda waza wazithimba.+