Isaya 36:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kweza kuyo uEliyakim+ unyana kaHilekiya owayephethe indlu kakumkani, uShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:3 IMboniselo,1/15/2007, iphe. 9 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 386
3 Kweza kuyo uEliyakim+ unyana kaHilekiya owayephethe indlu kakumkani, uShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo.