Isaya 36:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko, uEliyakim unyana kaHilekiya, owayephethe indlu,* uShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo, bazikrazula iimpahla zabo, beza kuHezekiya, baza bamxelela izinto ezithethwe yiRabheshake.
22 Ngoko, uEliyakim unyana kaHilekiya, owayephethe indlu,* uShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo, bazikrazula iimpahla zabo, beza kuHezekiya, baza bamxelela izinto ezithethwe yiRabheshake.