Isaya 37:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Emva kokuba uKumkani uHezekiya eyivile le nto, wakhawuleza wazikrazula iimpahla zakhe, wanxiba amalaphu okwenza ingxowa, waza waya endlini kaYehova.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 37:1 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 389-390
37 Emva kokuba uKumkani uHezekiya eyivile le nto, wakhawuleza wazikrazula iimpahla zakhe, wanxiba amalaphu okwenza ingxowa, waza waya endlini kaYehova.+