Isaya 37:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Awuvanga na? Oku ndakugqiba* kwakudala. Ndakulungiselela* kwakudala.+ Ngoku ndiza kukwenza.+ Izixeko ezikhuselekileyo uza kuzenza iimfumba zamabhodlo.+
26 Awuvanga na? Oku ndakugqiba* kwakudala. Ndakulungiselela* kwakudala.+ Ngoku ndiza kukwenza.+ Izixeko ezikhuselekileyo uza kuzenza iimfumba zamabhodlo.+