Isaya 37:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “‘Nantsi into oza kubona ngayo:* Kulo nyaka uza kutya ummilela;* ngonyaka wesibini utye iinkozo zawo; kodwa ngonyaka wesithathu uza kutyala imbewu, uvune, utyale iidiliya uze utye isiqhamo sazo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 37:30 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 392
30 “‘Nantsi into oza kubona ngayo:* Kulo nyaka uza kutya ummilela;* ngonyaka wesibini utye iinkozo zawo; kodwa ngonyaka wesithathu uza kutyala imbewu, uvune, utyale iidiliya uze utye isiqhamo sazo.+