Isaya 38:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Umprofeti uIsaya+ unyana ka-Amotsi weza kuye waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Yolela kwindlu yakho, kuba awuzukuphila, uza kufa.’”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 38:1 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 394
38 Ngaloo mihla uHezekiya wagulela ukufa.+ Umprofeti uIsaya+ unyana ka-Amotsi weza kuye waza wathi: “Uthi uYehova, ‘Yolela kwindlu yakho, kuba awuzukuphila, uza kufa.’”+